Lyrics

Oh yeah Yeah hey hey hey oh Hoyoyo iyo yayaya ye, hoyoyo iyo yayaya ye Hoyoyo iyo yayaya ye, hoyoyo iyo yayaya ye Ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam Ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam Inye, zimbini, zintathu, zine, ndawa ndivuka nezam zonke Babala (bakhuza) Ngenxa yentyantyambo zam Inye, zimbini, zintathu, zine, ndawa ndivuka nezam zonke Babala (bakhuza) Ngenxa yentyantyambo zam Babelapho bonke Besithi kuye Babelapho bonke bemkhalimela hayi Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo) Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi Kodwa yena wayesazi) Yeka lomfazi (uzozal'amantombazana odwa) Oh hayi Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo) Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (kodwa yena wayesazi) Yeka lomfazi (uzozal'amantombazana odwa) Ndimlo ndingomnye wabo (hey umama nimyeke woo) (Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo (Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo (La-la-la-la) hey umama nimyeke Bambiza amagama Bath'usisihelegu, bambiz'isihelegu Wothwalwa ngubani na xa esenz'abantwana Abangenaw' thwal'igama, abangenaw'thwal'usapho She couldn't take it anymore Not a day longer Ain't nothing wrong with my babies She said I'll take them and I will leave Oh hayi! Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo) Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (Kodwa yena wayesazi) Yeka lomfazi (Uzozal'amantombazana odwa) Oh hayi Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo) Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (Kodwa yena wayesazi) Yeka lomfazi (Uzozal'amantombazana odwa) Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo (Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo (Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo (Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo (Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam) (Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana) (Yena wayesaz'ukuthi) (Ingonyamakazi yam) (Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana) (Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam) (Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana? (Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam (Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana (Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam) (Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana) (Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam) (Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana) (Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam) (Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana) (Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam) (Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana) Nomanyange, nomanyange, nomanyange Nomanyange, nomanyange, nomanyange Nomanyange, nomanyange, nomanyange Nomanyange, uzozal'amantobazana Uzozal'amantobazana, uzozal'amantobazana, uzozal'amantobazana
Writer(s): Bruce Sebitlo, Zonke Dikana, Adrian Mupemhi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out