Lyrics

Loli lovie wam Yintoni undenza nje mna Oh bendithi ungowam Nam ndingowakho Ngicel' ungandishiyi themba lam Loli baby wam Kutheni ingathi ufun' ukuchaza abantu Kubo bonke ndikukhethile mna Ndithi nawe baby wam iba nam Baby nawe uyazi makukuhle Abantu bathand' ukufak' unyawo Bohlala bano mona Wena ungowam mna baby Oh uthandwa ndim yeah Loli yeah Loli lovie wam Yintoni undenza nje mna Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ngicel' ungandishiyi themba lam Loli lovie wam Yintoni undenza nje mna Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ngicel' ungandishiyi themba lam Yaw ndiba nesthukuthezi xa ungekho phambi kwam (phambi kwam) Qiniseka ntombi ulubambo lwam (ulubambo lwam) Nzakunika lonke ntombazana uthando lwam Nzakunika zonke ntonbazana izinto zam Izinto zam zonke ntombi zinge zakho Ntombi abangathini ntombazana ndingowakho Uthandwa ndim uLoli uthandwa ndim lo Sthandwa nguwe sibonisane Kuba uvele uqoqe uhambe Kanti kutheni ungandibuzi Wakholwa abantu he he Loli lovie wam Yintoni undenza nje mna Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ngicel' ungandishiyi themba lam Loli lovie wam Yintoni undenza nje mna Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ngicel' ungandishiyi themba lam Loli lovie
Writer(s): Vusi Nongxa, Samuel Amo Febi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out