Featured In
Top Songs By Mandisi Dyantyis
Similar Songs
Credits
PERFORMING ARTISTS
Mandisi Dyantyis
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Mandisi Dyantyis
Songwriter
Lyrics
Molo sisi kunjani, o philile na?
Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na
Molo sisi kunjani, o philile na?
Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na
Molo sisi kunjani, o philile na?
Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na
Ndithi molo sisi kunjani, o philile na?
Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe
Uyabona ndikubon' izolo udlula Nd'yaphelelwa ngamandla m'na
Kuba bendibona umama wabantwa bam'
Uyabona ndikubon' izolo udlula
Nd'yaphelelwa ngamandla m'na
Kuba bendibona umama wabantwa bam'
Ndithi molo sisi kunjani, o philile na?
Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na
Molo sisi kunjani, o philile na?
Bendicel' umzuzu wokuthetha nawe m'na
Uyabona ndikubon' izolo udlula Nd'yaphelelwa ngamandla m'na
Kuba bendibona mama wabantwa bam'
Ndikubon' izolo udlula
Nd'yaphelelwa ngamandla m'na
Kuba bendibona umama wabantwa bam'
Ndikubon' izolo udlula
Nd'yaphelelwa ngamandla m'na
Kuba bendibona umama wabantwa bam'
Lyrics powered by www.musixmatch.com